Umzi wakwaMagini ebaThenjini
Wednesday, April 22, 2026
Abatshana bakwaMagini
Umzi wakwaMagini uzele ziintombi. Loo nto ke ibangele ukuba nabatshana babebaninzi. Ilunda alaneli bonke abatshana kulo mzi ndlela le baninzi ngayo.
Mna ndingunyana wentombi enkulu kaMncedi George Magini; ongunyana kaDumile James Magini yena ongunyana kaWelani. Ndingumtshana kwaye ndikwangunyana kwaMagini kuba ndikhulele khona.
Newer Posts
Older Posts
Home
Subscribe to:
Posts (Atom)