Monday, October 14, 2013

Ikhaya lethu

UWelani Magini onguye ukhokho wakwaMagini wathatha intombi yakwaMbanzi kwaMashugu uBoniswa balizwa ngabantwana abayi 7 noNojenti:

  • Mthelekisi Magini
  • Dideka Magini
  • Libele Magini
  • Ngamthini Magini
  • Dumile Magini
  • Nyanisile Magini
  • Zingiwe Magini
UMthelekisi Magini wathatha intombi yakwaJaca enguZanyiwe baze balizwa zintombi eziyi 3 noNowongile nonyana omnye:

  • Zuziwe
  • Phekelwa
  • Phindeka
ULibele yena wathatha intombi yaseNewcastle uNonqazi intombi yakwaTshezi baze balizwa ngabantwana abaliqela noNothobile:
  • Fuzeka
  • Ntombomzi
  • Nomajuda
  • Mbinana
  • Mantyi
  • Zolile
UDumile wathatha intombi yakwaMatini eMaSukwinini enguThuleka Hilda baze balizwa ngabantwana noNowethu:

  • Mncedi
  • Ncedile
  • Mncedisi
  • Noncedo
  • Ncedeka
  • Ncedisile
  • Ncediswa
UNyanisile yena wathatha intombi yakwaMafu enguZuziwe balizwa ngabantwana noNonezile:
  • Nomakhwezi
  • Mbuyiseli
  • Mzwandile
  • Ntombentsha
UDideka waye watshatela kwaMkhaliphi kwaDzana.
UNgamthini watshatela kwaThembani emaBambeni.
UZingiwe watshatela kwaSikholi kwaNguni.

No comments:

Post a Comment